2 Kasamweli 2:26 Ibhayibhile (XHO96)

UAbhinere wamemeza wathi kuJowabhi: “Mfondini, liya kudla kude kube nini na ikrele? Akuqondi na wena ukuba le nto iza kugqibela sekukho intiyo phakathi kwethu, ukanti ningabantakwethu? Nakuyeka nini kodwa ukusukelana nathi?”

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:20-28