2 Kasamweli 2:24 Ibhayibhile (XHO96)

Kwasuka uJowabhi noAbhishayi, bamsukela uAbhinere. Kuthe kwakuhlwa bafika endulini yaseAma ekhangelene neGiya kuloo ndlela ibheka kwinkangala yaseGibheyon.

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:22-27