2 Kasamweli 2:22 Ibhayibhile (XHO96)

Uphindile uAbhinere wathi kuAsayeli: “Mfondini, ndithi ndiyeke; sukundisukela. Ufuna ndide ndikwenzakalise? Khona ndingajongana njani nomntakwenu uJowabhi?”

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:19-28