2 Kasamweli 2:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngasechibini laseGibheyon bahlangana noJowabhi, owayezalwa nguZeruya. UJowabhi wayehamba namanye amaphakathi kaDavide. Bahlala phantsi bonke, elinye iqela likweli cala lechibi, elinye likweliya.

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:8-20