2 Kasamweli 2:1 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uDavide wabuzisa *kuNdikhoyo wathi: “Ndingaya kuhlala na kwesinye sezixeko zakwaJuda?”UNdikhoyo wathi: “Yiya.”Wabuza uDavide wathi: “Mandiye phi?”Wathi uNdikhoyo: “Yiya eHebron.”

2 Kasamweli 2

2 Kasamweli 2:1-7