2 Kasamweli 19:9 Ibhayibhile (XHO96)

Afika axabana odwa kuwo wonke loo mmandla. Kwakukho athi: “UDavide wawasindisa kwiintshaba zawo amaSirayeli, wawahlangula esandleni samaFilistiya. Ngoku ubaleke uAbhasalom, walishiya lodwa ilizwe.

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:4-12