2 Kasamweli 19:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wasuka uJowabhi, waya endlwini kakumkani, wafika wathi kukumkani: “Namhlanje uwaphoxile amadoda omkhosi wakho, nditsho amadoda asindise ubomi bakho, ubomi boonyana neentombi zakho, nabafazi bakho namaqadi akho.

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:1-6