2 Kasamweli 19:28 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi umzi kabawo umelwe kukubulawa, wena wathi mandiye kuhlala kwakho. Andisenako nokuba ndibe sacela isisa kuwe ngoku, mhlekazi.”

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:27-29