2 Kasamweli 19:24 Ibhayibhile (XHO96)

Kufike uMefibhoshete, umzukulwana kaSawule, naye eze kukhawulela ukumkani. Wayengazange azihlambe iinyawo, achebe amabhovu, nezambatho sezawagqibela kudala amanzi, okoko wemkayo eJerusalem uDavide kude kuze kuba yile mini abuya noloyiso.

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:17-27