2 Kasamweli 19:22 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide wathi: “Yintoni endidibanisa nani, bonyana bakaZeruya? Kutheni le nto nifana neentshaba kum namhlanje? Kaloku ndim ngoku ukumkani wakwaSirayeli; ngoko ke akukho mSirayeli uya kubulawa namhlanje.”

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:17-30