2 Kasamweli 19:14 Ibhayibhile (XHO96)

Loo mlomo kaDavide wazitsalela kuye iintliziyo zamadoda onke akwaJuda, aba mxhelo-mnye, aza athumela kukumkani athi: “Buyela ekhaya, wena kunye nabo bonke abantu abanawe.”

2 Kasamweli 19

2 Kasamweli 19:7-19