2 Kasamweli 18:32 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wathi kumKushe: “Yena umfana uAbhasalom usindile phofu?”UmKushe wathi: “Mhlekazi, bendinga into emhleleyo unyana wakho ibinga ingenzeka kuzo zonke iintshaba zakho, nakwabo bakuvukelayo.”

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:24-33