2 Kasamweli 18:19 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko uAhimazi, unyana kaZadoki, wathi kuJowabhi: “Mandikhawuleze ndise kukumkani iindaba zovuyo zokuba *uNdikhoyo umgwebele wamkhulula kwiintshaba zakhe.”

2 Kasamweli 18

2 Kasamweli 18:18-26