2 Kasamweli 17:27 Ibhayibhile (XHO96)

UDavide ukufika kwakhe eMahanayim wayehlangatyezwa nguShobhi unyana kaNahashe owayevela kwidolophu iRabha kwelama-Amon, nanguMakire unyana ka-Amiyeli waseLodebhare, noBhazilayi umGiliyadi waseRogelim.

2 Kasamweli 17

2 Kasamweli 17:18-29