2 Kasamweli 17:25 Ibhayibhile (XHO96)

UAbhasalom wenza uAmasa injengele yomkhosi esikhundleni sikaJowabhi. UAmasa wayengunyana kaYetere umSirayeli, ezalwa nguAbhigeli intombi kaNahashe, engudade boZeruya unina kaJowabhi.

2 Kasamweli 17

2 Kasamweli 17:24-29