2 Kasamweli 17:21 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba emkile loo madoda, baphuma kwelo qula ooAhimazi noJonatan, basa udaba ababeluthunyiwe kuDavide. Bamxelela ngeyelenqe lika-Ahitofele, batsho besithi: “Phakama ukhawuleze uwelele ngaphesheya komlambo.”

2 Kasamweli 17

2 Kasamweli 17:18-24