2 Kasamweli 17:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa babhaqwa yinkwenkwana eyaya kuxelela uAbhasalom. Bakhawuleza ke bemka kuloo ndawo, baya kuzimela mzini wasemathileni eBhawurim. Kwakukho iqula ngakuloo mzi, baza ke baya kuhlala ngaphakathi kwalo.

2 Kasamweli 17

2 Kasamweli 17:13-23