2 Kasamweli 17:16 Ibhayibhile (XHO96)

Uqhube wathi: “Ke ngoko khawulezani nithumele kuDavide, nithi kuye: ‘Uze ungahlali phaya ngakumazibuko asentlango ngobu busuku. Welela ngaphesheya kweJordan, hleze ukumkani nabantu bonke abanaye bacinywe.’ ”

2 Kasamweli 17

2 Kasamweli 17:12-19