2 Kasamweli 16:21 Ibhayibhile (XHO96)

UAhitofele wathi kuAbhasalom: “Yiya kungena kumaqadi kayihlo, lawa awagcinise ibhotwe. Ngaloo ndlela indlu yonke kaSirayeli iya kuqonda ukuba uzinukisile kuyihlo, babe nesibindi ke ngoko abakulandelayo.”

2 Kasamweli 16

2 Kasamweli 16:13-23