2 Kasamweli 16:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wambuza uZibha wathi: “Wenza ntoni ngezi zinto?”Lithe elikaZibha: “Ezi donki ndizizise ukuze usapho lukakumkani lukhwele kuzo. Izonka kunye neziqhamo ndiziphathele amadoda kakumkani ukuze azixhase ngazo, athobe nangewayini xa aziva ephelelwe entlango.”

2 Kasamweli 16

2 Kasamweli 16:1-9