2 Kasamweli 16:18 Ibhayibhile (XHO96)

UHushayi wathi kuAbhasalom: “Ndingayenza njani into enjalo? Mna ndingakwicala lalowo utyunjwe *nguNdikhoyo nangabantu nangamaSirayeli ephela. Ndiza kuhamba nawe.

2 Kasamweli 16

2 Kasamweli 16:12-22