2 Kasamweli 15:20 Ibhayibhile (XHO96)

Hayi, mandingambhadulisi umntu ofika izolo! Andikazi nalapho ndiya kuphelela khona. Jika, wena kunye nala madoda akuni. Akwaba inceba nenyaniso yaba nawe.”

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:13-27