2 Kasamweli 15:11 Ibhayibhile (XHO96)

UAbhasalom wakhatshwa ngamakhulu amabini amadoda ukuya kwakhe eHebron esuka eJerusalem. Ahamba ngesimemo engazi nto wona phofu ngeli yelenqe.

2 Kasamweli 15

2 Kasamweli 15:4-16