2 Kasamweli 14:6 Ibhayibhile (XHO96)

Yaye bendinoonyana ababini. Ngenye imini baxabana besemadlelweni, kwathi ngenxa yokuba kwakungekho mlamli, balwa wabethwa wafa omnye unyana wam.

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:1-7