2 Kasamweli 14:33 Ibhayibhile (XHO96)

UJowabhi undulukile waya kukumkani, wafika wamxelela oko. Uthe ukumkani makabizwe uAbhasalom. Uthe akufika kukumkani uAbhasalom waqubuda phambi kokumkani ekhahlela ubuso ebujongise emhlabeni, waza yena ukumkani wamanga.

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:26-33