2 Kasamweli 14:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uAbhasalom wabiza uJowabhi ukuze amthume kukumkani. Wala ukuza yena uJowabhi. Waphinda wathumela okwesibini, wala kwakhona uJowabhi.

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:27-33