2 Kasamweli 14:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wathumela abantu eTokowa, ukuya kulanda khona mfazi uthile wayeliqhajazana elilumkileyo. Akuba efikile wathi kuye uJowabhi: “Ndifuna uzenze umntu ozilileyo, unxibe iimpahla zokuzila, ungathambisi, ube ngathi kudala wafelwayo,

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:1-7