2 Kasamweli 14:16 Ibhayibhile (XHO96)

Bendisazi ukuba uya kundiva, mhlekazi, undihlangule kunye nomntwana wam kubantu abafuna ukusicima singabikho phakathi kwabantu abemi kumhlaba abawunikwa nguThixo ukuze ube lilifa lethu.

2 Kasamweli 14

2 Kasamweli 14:8-21