2 Kasamweli 13:39 Ibhayibhile (XHO96)

Sakudlula isithukuthezi sokufelwa ngunyana wakhe uAmnon, ukumkani uDavide wanqwenela ukuya kumbona unyana wakhe uAbhasalom.

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:37-39