2 Kasamweli 13:36 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe esakhova nje ukuthetha, bagaleleka oonyana bakakumkani, basitsho isikhalo. Wangenelela ukumkani, amaphakathi nawo angenelela, bonke batsho ngesikrakra.

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:33-39