2 Kasamweli 13:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uAbhasalom wathi: “Xa ungavumiyo wena, bawo, umntakwethu uAmnon ngewumkhulula yena ahambe nathi.”Ukumkani wathi kuye: “Ahambele ntoni nawe?”

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:21-28