2 Kasamweli 13:12 Ibhayibhile (XHO96)

UTamare wathi kuye: “Hayi, mnakwethu, musa ukundinyanzela; ayenziwa into enje kwaSirayeli. Musukulenza eli nyala!

2 Kasamweli 13

2 Kasamweli 13:9-15