2 Kasamweli 12:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ngamini ithile laa mfo usisityebi wafikelwa lundwendwe. Ngenxa yomunyu lo mfo akazange athande kulihlinzela undwendwe kweyakhe imfuyo. Usuke waya kuthatha elaa takane lomfo olihlwempu, wenzela undwendwe lwakhe ngalo isidlo.”

2 Kasamweli 12

2 Kasamweli 12:1-8