2 Kasamweli 12:17 Ibhayibhile (XHO96)

Amadoda amakhulu endlu yakhe aya kuye, efuna ukumvusa kuloo ndawo wayelele kuyo, suka akavuma yena, akafuna nokutya oku kunye nawo.

2 Kasamweli 12

2 Kasamweli 12:11-23