2 Kasamweli 12:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke, ngenxa yokuba iintshaba zikaNdikhoyo uzinike ithuba lokunyelisa ngenxa yale nto uyenzileyo, loo mntwana wakho uza kufa.”

2 Kasamweli 12

2 Kasamweli 12:12-20