2 Kasamweli 12:11 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho ke uNdikhoyo ukuthi: ‘Ndiza kukuvusela isihelegu sento kwalapha phakathi komzi wakho. Abafazi bakho ndiza kubanikela kosondeleyo kuwe, alale nabo kujongiwe, ilanga lihlabe umhlaba.

2 Kasamweli 12

2 Kasamweli 12:2-16