2 Kasamweli 11:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ngamhla uthile, ukujika kwelanga, kwathi uDavide esahamba-hamba kumgangatho ophezu kophahla lwebhotwe, esandula ukuvuka emandlalweni wakhe, wabona umfazi ehlamba umzimba. Yaye iyinzwakazi kanobom leyo.

2 Kasamweli 11

2 Kasamweli 11:1-4