2 Kasamweli 11:17 Ibhayibhile (XHO96)

Waphuma umkhosi esixekweni, walwa nokaJowabhi. Apho kwawa iqela lamajoni omkhosi kaDavide, wafela apho naye u-Uriya umHeti.

2 Kasamweli 11

2 Kasamweli 11:14-26