2 Kasamweli 10:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uJowabhi wabona ukuba uphahlwe ngumkhosi ngaphambili nangasemva. Ngoko ke wakhetha awona mabutho aphambili kwaSirayeli, wawamisa ajongana nama-Aram.

2 Kasamweli 10

2 Kasamweli 10:4-13