2 Kasamweli 10:5 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe ke uDavide akuxelelwa ngoko kwenzekileyo, wathumela izigidimi, zawahlangabeza loo madoda, kuba kaloku ayehlaziswe gqitha. Ukumkani wathi: “Hlalani eJeriko, ningabuyi de zikhule iindevu.”

2 Kasamweli 10

2 Kasamweli 10:1-10