2 Kasamweli 10:14 Ibhayibhile (XHO96)

Athe ke ama-Amon akubona ama-Aram ebaleka, asuka nawo abaleka angena ngaphakathi esixekweni, esaba kuAbhishayi umntakwabo-Jowabhi. Ngoko ke uJowabhi wabuya ekulweni nama-Amon, waya eJerusalem nomkhosi wakhe.

2 Kasamweli 10

2 Kasamweli 10:4-19