2 Kasamweli 10:11 Ibhayibhile (XHO96)

UJowabhi wathi: “Ukuba athe andongamela ama-Aram la, kofuneka uze kundihlangula; ukanti ke xa ethe akongamela ama-Amon, nam ndoza kukuhlangula.

2 Kasamweli 10

2 Kasamweli 10:4-14