2 Kasamweli 1:16 Ibhayibhile (XHO96)

Wavakala uDavide esithi: “Igazi lakho malibe phezu kwentloko yakho. Urhintyelwe kwangulo mlomo wakho xa ubungqina usithi: ‘Ndimbulele umthanjiswa kaNdikhoyo.’ ”

2 Kasamweli 1

2 Kasamweli 1:13-25