Kanti ke kwaesi sibhakabhaka sikhoyo nehlabathi zigcinwe kwalelo lizwi likaThixo. Zilinde umhla ekuya kugwetywa ngawo ngomlilo kutshatyalaliswe abantu abangamkhathalelanga uThixo.