2 Kapetros 2:12 Ibhayibhile (XHO96)

Aba bantu bafana nezilwanyana zasendle, zona zizalwa zibe ngoomabonwabulawe. Bayazenyelisa izinto abangaziqondiyo. Nabo baya kutshabalala njengezilwanyana.

2 Kapetros 2

2 Kapetros 2:1-21