1 Yookumkani 8:66 Ibhayibhile (XHO96)

Ngomhla olandelayo ke wabandulula abantu. Nabo ke bamthamsanqela ukumkani, baza bagoduka bonwabile benemihlali ngenxa yezinto ezintle uNdikhoyo awayezenzela isicaka sakhe uDavide kunye nabantu bakhe amaSirayeli.

1 Yookumkani 8

1 Yookumkani 8:63-66