1 Yookumkani 8:46 Ibhayibhile (XHO96)

“Xa bathe bakona (kaloku akukho mntu ungoniyo) waza ke wena wakhathazeka, wabanikela elutshabeni, luze ke lona lubathimbe, luye nabo kwilizwe lalo, nokuba kukude okanye kukufuphi,

1 Yookumkani 8

1 Yookumkani 8:40-47