1 Yookumkani 6:15 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphakathi iindonga zale ndlu wazambathisa ngamaplanga omsedare ukusuka phantsi emgangathweni kuye kuthi xhaxhe ngesilingi, waza phantsi phaya wandlala amaplanga ompayini.

1 Yookumkani 6

1 Yookumkani 6:8-18