1 Yookumkani 5:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokwesithembiso sakhe ke uNdikhoyo uSolomon wamthi jize ngobulumko. Kwabakho uxolo phakathi koHiram noSolomon, baza ke benza umnqophiso.

1 Yookumkani 5

1 Yookumkani 5:6-18