1 Yookumkani 4:19 Ibhayibhile (XHO96)

eGiliyadi (kuloo mhlaba kaSihon ukumkani wama-Amori, kunye nomhlaba kaOgi ukumkani waseBhashan) yayinguGebhere unyana kaUri; yena wayeyedwa kweso sithili.

1 Yookumkani 4

1 Yookumkani 4:13-28